





BONA 

INkulumbuso yaKwazulu-Natal, uGqr.J Frank Themba Mdlalose, xa besidlani indlebe naye.
Kwintlanganiso yakwaportnet neActing .
Port Manager, uKapteni Copper noMnu.
Jacob Zuma weANC (uMphathiswa
woQoqosho noKhenketho).

.	Ekunye namalungu ebhunga laseThekwini, uSipho Ngwenya noObecl Mlaba, uSihlalo weManagemant Commitee.


ntle, wanguMphathiswa wervlpilo, wanguMphathiswa weMfundo neNkcubeko, ngaphezu kokuba wayenguMphathiswa oNgenasikhundla kwiSebe leNkulumbuso, kanti ngoku uyiNkulumbuso noMphathiswa woMthetho nocwangco kwiphondo lakwazulu-NataL
Ukuzibandakanya kwakhe neNdlu yoWiso-mthetho yakwaZulu kwakufana nokulahlekelwa kuye. Wayesenokuqhubeka nokuba ngugqirha, aqhube neshishini lakhe labucala ukuze afumane imali yokuziphilisa cofileyo.
Ndazibandakanya nayo kuba ndifuna









Kulo foto ubephuma entlanganisweni ebiseThekwini noJacob Zuma weANC.







Fraik
Mdlaiose
ukunceda uluntu lwakowethu. Oko kwandenza ndalahlekelwa yima eninzi kuba ndandisamkela imali encinane gqitha xa ndandinguMphathiswa kunemali endandiyifumana ngokuba ngugqirha. Ndingatsho ukuba imali endandiyamkela ukuqala kwam loo msebenzi yayilingana nemali eyayisamkelwa ngumfundi osebenza ngokungxungxayo. Kodwa ndawamkela nangona uza kundamkelisa loo mali.
Eyona nto icaphukisayo kwipolitiki kukuba abaritu bathi kufuneka ube negalelo emzabalazweni ukuze ube yinkokeli kule mihla. Kwaye oko kwenza ubunkokeli bube bobabantu abakhe bavalelwa, bavalwa umlomo okanye bahlala elubhacweni. UMdlalose usenokuba akazange abandakanyeke
UFrank Mdlalose,  umkakhe, uEunice nonyana wabo wokugqibela, uMandla bedibana neConsu!ar General yaseTaiwan, uMnu Gary Lon noSekela-mphathiswa wezangaPhandle, uGqr. Chien, xa bebetyelele kwela lizwe.
kwezi zinto, kodwa ubomi bakhe bebungumzabalazo yaye ukhe wabandakanyeka kuwo.
Wayelilungu leAfrican National Congress Youth League kwiminyaka yakudala, ulilungu elingumseki leNkatha, yaye wayemele iKwaZulu kwikwazuluNatal lndaba ngo-1986. Wayethethana norhulumente woMzantsi-Afrika elilungu IeNkatha ngokuba kuvulwe imibutho yepolitiki, nangokukhululwa kukaMongameli Mandela nezinye iinkokeli entolongweni.
Uthi bubudlelwane neANC angekabusombululi. Kubakho amaxesha okuba sisebenzisane neANC njengabantu abamanyeneyo xa izinto zisahamba kakuhle, kuze kubekho amaxesha okugxekana asenza singevani kwaphela.
Uthi ubunkokeli bakhe beNkatha nephondo laKwaZulu-Natal buza kuba
nesiphelo. Nangona eyenye yeenkulumbuso ezimbini ezindala -enye nguRaymond Mhlaba - uthi usazimisele ukuba negalelo kwipolitiki yaseMzantsi-Afrika de athathe umhlala-phantsi, kubekho nomntu othatha isikhundla sakhe.
Lakufika elo xesha, ndizimisele ukuphumla, ndizenzele izinto zam, ndifunde ndibhale nokubhala. Ndinqwenela ukubushicilela ubomi bam, ndize oko ndikushicifeleyo ndikunike umntu oza kukusebenzisa.
Uqhufe ngelithi: Andinakubhala incwadi ngobomi bam. Abantu abanakuyithenga.
Phofu ke zininzi izinto ezenzekileyo ebomini bakhe. Zininzi izinto zembali ulutsha nabantu abadala abafanele bazifunde. Ziliqela izinto ezinomdfa zobomi, izinto ezenziwayo nezepolitiki.
Okwangoku usazimisele ukuqhubeka
nepolitiki, yaye usazimisele ukuzisa uxolo kwiphondo laKwazulu-Natal.
Xa besimtyelele ubephile qete yaye eqhubeka nomsebenzi wakhe ngokuzithemba nangobukrelekrele.
Ubesenza iintlanganiso kwiindawo ngeendawo. UbeseLundi kusasa, emini waseThekwini kwintlanganiso yekhabhinethi, kanti ubeza kudibana neenkokeli zeKwaZulu-Natal Community Policing Network kwiofisi yakhe eLundi emva kwemini. Ubevuke ngentsimbi ye7 kusasa kanti ugoduke emva kwentsimbi ye-1 O ngokuhfwa. Umzekelo wendlefa axakeke ngayo kube yintlanganiso yekhabhinethi ebisefwandle. Kube yintlanganiso eyenze imbali ngokutsho kweNkufumbuso uMdlalose nabaphathi bakwaPortnet, abaphethe ulwandfe namazibuko akwaTransnet.
Sifike ngaphambi kokuba inkulumbuso induluke ngephenyane nekhabhinethi yayo - kuyo bekukho uJacob Zuma WeANC (uMphathiswa woQoqosho noKhenketho), uGeorge Bartlett (uMphathiswa woLimo), uSbusiso Ndebele (uMphathiswa wezoThutho), uGqr. VT Zulu (uMphathiswa weMfundo neNkcubeko), uNkosi N Ngubane (uMphathiswa Wemicimbi yakwaNtu noBumo Benciawo), uSJ Mhlungu (uMphathiswa weMali) noPrince GL Zulu (uMphathiswa weNtlalo-ntle neNkqubela Yoluntu).
Ndisale ndinqwenela ukuba udliwanondlebe lwethu belulungiselelwe ukuba lube kwelo phenyane lihle. Ngelishwa ndisale apho ndinqweria xa behamba ngephenyane kuloo manzi aluhlaza...







S ityelele
kaNIdi a.ios e











UTrizza Kunene oncedisa ekhaya ume phambi komzi kaMdlalose eLundi.



UGqr. Mdlalose xa bes!d!an ind!ebe naye
kwakhe eLundi.
7
























lNkulumbuso yakwazulu-Natal, uGqr. lFrank Mdlalose, ukhangeleke eyindoda elilolo xa ebefika okhaya siza kudlan indlebe naye sifote neefoto. Bekukho umncedisi wakwakhe, uTrizza Kunene nomntu ococa ibala kuphela kumzi wakhe omkhulu owakhiwe ngurhulumente kufutshane neeofisi zakhe zophondo.
Umkakhe, uEunice Nokuthula Mdlalose, ahlala naye kulo mzi, ubeye eNewcastle. Untondo wabo, uMandla, ubeseMedunsa eGauteng apho enza unyaka wesithathu kwizifundo zobugqirha.
Bokungamkhathazi ukuba yedwa kubusuku bangoLwesithathu, phofu ubengayi kukhathazeka nokuba bekuyeyiphi na imini. Ubexakekile yimicimbi yephondo lakhe. Bekukho intaphane yamaphepha ebekufuneka awafunde ngaphambi kokuba alale.
Kaloku abam abantwana sebebadala, bangabantwana nje ngegama. Untondo wam onama-21 eminyaka ubudala usePitoli. Ndihlala nomkam kuphela kulo mzi. Ubeqhuba ishishini de wathatha umhlala-phantsi ngo-1994. Kungoku nje akasebenzi uhlala ekhaya. Udla ngokundincedisa emsebenzini wam yaye ndidla ngokuhamba naye xa kukho apho ndiyakhona.
Uyalwazi ulonwabo lokuba yindoda enosapho nokuba ngutata onothando, yaye ubakhulisile abantwana bakhe de bakwazi ukuziphilisa ngokwabo. Wayenabantwana abathandathu, kodwa
Umncedisi wasekhaya, uTrizza Kunene, . ubekho ukuze amlungisele ukutya neti akufika ekhaya.



owesibini ongenama-37 eminyaka ubudala ngoku, wasweleka kwingozi yemoto. Wayengusomashishini ngaphambi kokuba asweleke.
lzibulo lakhe, uMakhosazana, ubegqiba iminyaka engama-39 ubudala kuLwesithathu ebesidlan indlebe ngalo naye. Ulisekela lenqununu kwisiko samabanga aphakathi, kanti uThemba onama-35 eminyaka, ongowesithathu, ungusomashishini onevenkile yotywala eMadadeni, eNewcastle. Uya kukhumbula ukuba uThemba
wayengusihlalo weqela lolutsha leNkatha xa wayesengumfana.
ULindiwe (onama-32 eminyaka), oyintombi yesibini engumntwana wesine, ungugqirha wamazinyo eRoodepoort, eGauteng apho atshate noMnu. Thloloe.
Abantwana bam badala ngoku, kodwa eyona nto imnandi ndicinga ukuba bayandincoma ngomsebenzi endiwenzela abantu. Babesazi ukuba uyintoni umsebenzi wam xa ndandingugqirha kanti nangoku bayawuqonda umsebenzi wam. Bayazi ukuba ndenza umsebenzi ongamnandanga, kodwa bayazi nokuba kukho izinto endizincamayo ngenxa yawo. 









U KUMTYELELA kwethu uRebecca ebesandul ukugqiba ukushicilela icwecwe lakhe elitsha - nacula kulo nomsasazi weRadio Sesotho uThuso Motsaung, uTshepo Tshola, uVuyo Mokoena neemvumi ezimombelelayo.
Ukushicilelwa kweli cwecwe kwenze wanenzondelelo nangakumbi uRebecca Malope onesiqu esincinane, kanti onwabise neeprodyusa nababhali beengoma zakhe, uSizwe Zako, uJabu Nkabinde
URebeccci MciIop1, Uzi Kutsheitei Kungekudiki!



































Naku endinako. Ndigqibile ukukuhlawu!a into endiyifuna ngoku kukuyilungisa ibe yinto endifuna ibe yiyo, utsho uRebecca Ma!ope.
URebecca uhlekile xa ephinda etyele!a kwityotyombe awayehla!a kulo ukufika kwakhe eEvaton, evaal Triang!e. Ufotwe enoBlessing oh!ala kwelo tyotyombe ngoku.


















._._,.....-. ,,,._.I____..___.
	IIUVUYU iviuis.ueiit.	kwabazali, andizange ndibe nelishwa	  Usibalisele ibali lokutsala nzima
	  lngoma endiyithandileyo kakhulu,	Jokukhulelwa ndiselula nelokufumana	kwakhe ezama ukufikelela
	UNKARABE Hle Ntate - ayicula	izinto ezifana noko. Ngaphezulu koko,	enkcochoyini sithe zava emzini wakhe
	noThuso Motaung noTshepo Tshota	andizange ndizisebenzise izithinteli-	omtsha oseBuccleuch eSandton.
	- imnandi gqitha. lsisicelo kuThixo	kumitha.	  URebecca wazalelwa kwilokishi
	sokuba amphe umntwana.	  Uzityand igila wathi, Lifikile ilixa	yaseLekazi eNelspruit. Ngenxa
	  UAebecca uthe: Nangona	ngoku lokuba mna neqabane lam	yokusokola kwabazali wayehlala
	ndikhule ndingekho ngaphantsi	sibe nomntwana njengembuyekezo,	kwiindawo ngeendawo ebutsheni
20 BONA XHOSA - May 1 996

		BONA XHOSA - May 1 996 21

